
[Intro] Ubomi bundicel’ umngeni imihla nezolo Kodwa ndisengumntu omileyo, ndiphefumla Intaba ayithwaleki, indisinda emagxeni Kanti ndihleli notatomkhulu emthunzini womoya Ndihamba nentaba emagxeni Ndithwele iintsuku ezinzima njengelitye lentliziyo Kodwa umoya wam awukagqabhuki Ndisemi njengomthi ogotywe ngumoya kodwa ongancothwanga ziingcambu [Verse 1] MaMpondomse, Jola Thole ‘Lomthwakwazi Camagu ZiNdlondlo Camagu Majola Camagu Bantu Abadala Bendicinga ukuba ndilele, amehlo evalekile Kanti ndihleli phakathi kwemililo yeZinyanya Ndisizukulwana esibotshelelwe ngamathambo Ndiphethe ilifa lam njengomlambo othwala amanzi ezizukulwaneni Camagu bo Jolaaaa Camagu bo Jolahaa [Bridge] Ndithathe ixesha, ndaphinda ndema Ndisiva amazwi abo eshaya esifubeni Njengengoma endala evuka phakathi kobusuku Xa ndilahleka, ndibuyela emnyango wabo Kuthi cwaka, ndive indlela yam ibizwa Mmmhm mnghhm Mhmmhmh [Verse 2] Last time you asked me gore badimo ba bareng Bophelo bo o bo kgetileng bo ka segofe tswellopele Ntse ba le kae I'm telling you this because they love you Ba ntse ba na le wena mo go tsotlhe, all this time Njenge naledi ekhanya naxa kuse mnyama Bothata ke gore ba batla tsela yakho Bothata ke gore tsela eo ga e na maatla Ba batla ubone indlela yakho Njengomlambo ofuna ukubuyela elwandle Indlela yakho ayilula, kodwa ayivalwanga [Pre-Chorus] Gogo, thusa You need to cleanse gore o kgone go nna le matla Gotswa mo go bone, gotswa mo bohlokong O tshwanetse go ema, o simolole gape Phuthula uthuli lwendlela endala Lahla amatye obuwathwele entliziyweni Vuka kwakhona, kuba kusasa kuseza [Chorus] Badimo ba bareng Badimo ba bareng You are not alone Badimo ba bareng Badimo ba bareng Cleanse and come home Ga o Moloi, ga o Moloi You are chosen Nna, I love you Nna, I love you I chose you [Bridge] Ke tshwanetse go go bolelela nnete e e bonolo You were never cursed You were never broken Go na le tsela e e sa ntseng e bulegile Njengomnyango ovulekileyo emva kobumnyama Tsamaya ka kagiso Tsamaya ka maatla U se ka wa boifa, gonne ke nao; u se ka wa tshwenyega, gonne ke Modimo wa gago. Ndiza kukuqinisa, ewe, ndiza kukunceda. [Chorus] Badimo ba bareng Badimo ba bareng You are not alone Badimo ba bareng Badimo ba bareng Cleanse and come home Ga o Moloi, ga o Moloi You are chosen Nna, I love you Nna, I love you I chose you [Outro] Camagu bo Jola Camagu bo Jolahaa

